UKristu Engomeni · Christ in Song IsiXhosa
28. Thabatha Ixesha Ukuba Ngcwele
,
Soloko ukuye ngelizwi laKhe;
Yiba nobuhlobo, siz’ imilwelwe,
Ungazilibali intsikelelo.
Thabatha ixesha emsebenzini,
Zenzele ixesha no-Yesu yedwa;
Khangela ku-Yesu wofana naYe,
Izihlobo zaKho zombona kuwe.
Thabatha ixesha wokukhokela,
Landel’ emva kwaKhe noba kuhlani;
Ekuvuyisweni nasentsizini,
Zingisa ku-Yesu themb’ izwi laKhe.
Thabatha ixesha, Zol’ umphefumlo;
Zonke iingcamango Zilaulwe nguYe;
Wokukhokelela kumthomb’ wothando;
Kwangokumsinyane, Woba phezulu.
Help keep these hymns free
Your donation can help maintain the website, improve accessibility and keep the hymns freely available.
♥ DonateHymn details
Hymnal: UKristu Engomeni
Search name: Christ in Song IsiXhosa
Language: IsiXhosa
Hymn number: 28
Permanent page: number and title URL
This page preserves Thabatha Ixesha Ukuba Ngcwele as Hymn 28 in UKristu Engomeni. It is part of the Christ in Song IsiXhosa collection within a multilingual Adventist hymn archive built for reading, searching, sharing and comparing hymn traditions across languages.
Use the previous and next buttons to continue through this hymnal, or return to the collection page to search by number and title. The reading tools above let you adjust text size, save favourites and share the hymn with others.
Reading and preservation note
Historic and regional hymn texts can contain spelling differences, older punctuation, local wording and transcription variations. This archive keeps the hymns searchable while allowing future corrections and improvements to be made carefully.