Christ in Song Christ in Song IsiXhosa

UKristu Engomeni · Christ in Song IsiXhosa

44. U-Msindisi Wam Kuqala

Xa umsebenzi wam use uphelile apha,
Nalo mzimba wambeswe ukungafi,
Ndakumazi u-Msindisi wam ngaphesheya,
Uya kuba nemihlali ngam yena.

*CHORUS
Ndakuma . . . zi, ndakumazi, Ndiya kuma kufuphi naYe;
Ndakuma . . . zi, ndakumazi, Ngamanxeb’ ezandleni zaKhe.*

Uvuyo lwentliziyo xa ndimbona ubuso;
Neliso laKhe linobubele kum;
Intliziyo yam iyakumbonga ngolo thando,
Olundilungiselele ikhaya.

Au! Ndakukhumbula ngabakade betshonile,
Nako ukugqibelisana kwethu;
Khona e-Edeni asisoze sahlukane,
Kodwa ndinqwenela uMsindisi wam.

Ndakungena emzin’ ngezimhlophe ingubo,
Ndiyokuba lapho kungakhalwayo;
Ndakuhlabela ingoma yabasindis’ weyo,
Ukuze ndimbone uMsindisi wam.

Help keep these hymns free

Your donation can help maintain the website, improve accessibility and keep the hymns freely available.

Hymn details

Hymnal: UKristu Engomeni

Search name: Christ in Song IsiXhosa

Language: IsiXhosa

Hymn number: 44

Permanent page: number and title URL

This page preserves U-Msindisi Wam Kuqala as Hymn 44 in UKristu Engomeni. It is part of the Christ in Song IsiXhosa collection within a multilingual Adventist hymn archive built for reading, searching, sharing and comparing hymn traditions across languages.

Use the previous and next buttons to continue through this hymnal, or return to the collection page to search by number and title. The reading tools above let you adjust text size, save favourites and share the hymn with others.

Reading and preservation note

Historic and regional hymn texts can contain spelling differences, older punctuation, local wording and transcription variations. This archive keeps the hymns searchable while allowing future corrections and improvements to be made carefully.