UKristu Engomeni · Christ in Song IsiXhosa
327. Ndi’ Ndakuleshesa
lombhali endala Ka-Yesu esesebantwini,
Ebiz’ abantwana njengathi zimvana, Akwaba ndandikho lomini.
Akwaba ndaziva izandla entloko, Kwa nokusingathwa ngengalo,
Nobuso buncuma, esithi ngofefe, Makuze usapho kwa nalo.
Kusemthandazweni endingasondela, Ndicele ukwabelwa kwa nam;
Naxa ndimfunile ngenene ngaphantsi, Ndombona ephezulu ngokwam.
Kulapho alungiselel’ abangcwele, Ndawo yobuhl’ obukhulu;
Zininzi intsaph’ ezibuthene khona, Zezobukumkani bezulu.
Kuloko intsapho zininzi kakhulu Ezingazivang’ ezindaba;
Zidungudeliswa, zisebumfameni, Nasebumnyameni bomhlaba. Akwaba zabaz’ ububanzi bekhaya, Nelizw’ elivel’ e-Nkosini,
Ukuze zivele kumazwe ngamazwe, Zingen’ enyhweben’ ezulwini.
Help keep these hymns free
Your donation can help maintain the website, improve accessibility and keep the hymns freely available.
♥ DonateHymn details
Hymnal: UKristu Engomeni
Search name: Christ in Song IsiXhosa
Language: IsiXhosa
Hymn number: 327
Permanent page: number and title URL
This page preserves Ndi’ Ndakuleshesa as Hymn 327 in UKristu Engomeni. It is part of the Christ in Song IsiXhosa collection within a multilingual Adventist hymn archive built for reading, searching, sharing and comparing hymn traditions across languages.
Use the previous and next buttons to continue through this hymnal, or return to the collection page to search by number and title. The reading tools above let you adjust text size, save favourites and share the hymn with others.
Reading and preservation note
Historic and regional hymn texts can contain spelling differences, older punctuation, local wording and transcription variations. This archive keeps the hymns searchable while allowing future corrections and improvements to be made carefully.